UMBUZO 1 Kukho ibali elifutshane lesiXhosa elixhonywe phantsi kwezixhobo ezongezelelweyo (Additional Resources) nangaphantsi kwezaziso (Announcements) zikaXHO1506 kwisimesta yokuqala. Eli bali liyafumaneka nakwincwadi kaMagqashela nabanye (2011) njengoko ubonile kwiincwadi ekucetyiswa ngazo. Isihloko sebali sithi "Ndenzeni!". Nceda umamele elo bali, ube sele uphendula le mibuzo ilandelayo: ii. Umxholo weli bali ungantoni, kwaye kutheni usitsho nje? (5) iii. Ngaphandle kokuzama ukubaleka, zinto zini ocinga ukuba uSimangele Mavanzima kwakufanele ukuba azenze ukuze azikhulule kule ngxaki akuyo? Nika iingcebiso zibe ntathu, ube sele uzixoxela. (6) iv. Xhentsa uzombelele utsho ukuba yintoni eyahlukileyo enokwenziwa ukulwa nomkhuba wokuxhatshazwa kwamanina eMzantsi Afrika? (10) V. Lahluka njani ibali elifutshane kwinoveli? (4) /25/​

Respuesta :

RELAXING NOICE
Relax